Psalms (117/150)  

1. Mdumiseni uYehova, nonke zintlanga, Mncomeni, nonke zizwe.
2. Ngokuba inamandla kuthi inceba yakhe, Inyaniso kaYehova ingunaphakade. Haleluya!

  Psalms (117/150)